Umbhali wale ncwadi usizobela umfanekiso wentombazana ekhulele ebunzimeni, kodwa ubunzima abukhange buyivalele ekubeni ibeyimpuphi. UNomatse usebenze nzima ukuqinisekisa ukuba onke amaphupha akhe ayafezeka. Le yincwadi enika umdla, kwaye umbhali usebenzise isiXhosa esifkelelekayo. Le ncwadi ineziganeko ezinemfundiso nenkuthazo,